IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 22
  • Ukuthobela Isigidimi SikaYuda

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ukuthobela Isigidimi SikaYuda
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • “Nilulwele Nzima Ukholo”!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova
  • Incwadi YeBhayibhile 65—Yuda
    “Sonke ISibhalo Siphefumlelwe NguThixo Kwaye Siyingenelo”
  • Simele Sikulwele Ukuhlala Enyanisweni
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
  • Balumkeleni Abawexuki!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1991
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 22

INgoma 22

Ukuthobela Isigidimi SikaYuda

(Yuda 21)

1. Siye sachukunyiswa

Yincwadi kaYuda.

Yabhalelwa kwanathi

Ukuze singawi.

Is’luleko say’ esihle

Senza sikhutha zeke.

Yenz’ ukholo lwethu luphile (lomelele).

2. Iz’lumkiso ez’kuyo

Zingobungendawo.

UMtyhol’ ufuna siwe,

Kodwa silumkile.

Ew’ ufuna siy’cekise

Im’yalelo kaThixo,

Nokusoyisa ngenkohliso (ayenzayo).

3. Abagwenxa bazama

Ukusibambisa.

Sikhetha ukuhlala

Kuthando lukaYa.

Is’gidimi sikaYuda

Sesokusiphaphisa,

Ze singabi nakuwexuka (kule ndlela).

4. Simele silulwele

Ukholo sisonke.

Yanga inganda kuthi

Inceba yeNkosi.

UYehova uMsindisi,

NgoKrist’, iNkosi entle,

Masimzukise simanyene (ngokwenene).

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share