IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 171
  • INgoma Yoloyiso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • INgoma Yoloyiso
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • Ukoyisa Ihlabathi
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Thelelani Kwingoma YoBukumkani!
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • “Yibani Ngamadoda”
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Cula Nathi Ingoma YoBukumkani!
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 171

INgoma 171

INgoma Yoloyiso

(Eksodus 15:1)

1.‘Ndiyomvumela UYa ngokuba ephakamile.

Ihashe nomkhweli Wamtshonisa elwandle.

Amandla am nguThixo. Kub’ undisindisa nyani.

NguThixo wam; Ndiyomphakamisa.

Ke impi kaFaro kwaneenqwelo zakhe Zatshonisw’ emanzini,

Isandla sakho sasekunene Sinamandla ngakumbi.’

2. Wavuma njalo US’rayel’ emva kwal’ uloyiso.

Sibon’ uloyiso Kwixesh’ es’phila kulo.

UKristu uyalaw’la; Inkqub’ endal’ iyaphela

Siyavuya Kuba sosindiswa!

Yena uSathana nezithunywa zakhe Balahlelwe k’lo mhlaba.

IMvana kaYa Ngok’ iyoyisa. Buyadlul’ ubumnyama.

3. Uzuk’ namandla, Yena unazo Osenyangweni.

Sel’ ekulungele Ukutshabalalisa.

Sibeka uYehova Ngok’nyusa amazwi ethu.

Sinovuyo Ngokuphila namhla.

Thina s’nombulelo kuThixo noKristu Senz’ oko imin’ yonke.

Sijonge kubo qha ngosindiso. Sovum’ eyoloyiso.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share