INgoma 209
Landelani UKumkani Ongumlwi!
1. Thina sivumel’ uYehov’ ingoma;
Leyo ithetha ngolaw’lo lwakhe.
Sinaso nesigidimi esihle
Kwanawo umyalelo namhlanje.
(Chorus)
2. Mabuth’ eNkosi yiyan’ emkhosini
Phantsi koMphathi wabakaThixo.
Liphathen’ ikhaka nekrel’ lomoya,
Nes’gcina-ntloko sal’ usindiso.
(Chorus)
3. Asinak’ ukoyisa ngamandl’ ethu;
Ewe asinako ukoyisa.
Kodwa ngamandla kaThixo s’yoyisa,
Negama lakhe silizukisa.
(CHORUS)
Mas’hambe, (Ewe,)
Singoyiki! (singoyiki!)
Njengomkhosi masiyen’
Iintshaba sizichase;
S’landel’ uKrist’ uYesu oliGorha.
Ngokwenz’ oko sokoyisa.