INgoma 141
Uhlanga Olungcwele LukaYehova
1. Kumhlab’ omtsha uhlang’ ol’ngcwele
Lwaye luzelwe nguy’ uYehova.
Luvethe zona ezingcwele,
Unqulo luluthobela.
(Chorus)
2. Ngokuchway’ta uhlang’ ol’ngcwele
Lwazis’ igama likaYehova.
Njengomqondiso kub’ abantu
Ulaw’lo luyalwazisa.
(Chorus)
3. Uk’za ‘kwesihlwel’ esikhulu’
Kwenza lonwaba uhlanga lwakhe.
Bonke bakhonza ngok’nyan’seka;
UYa bakholose ngaye.
(CHORUS)
Lophakanyiswa, lungadanjiswa,
Olu nqulo olunyulu
Lolu hlanga kwiminquba
Kunye naso is’hlwel’ es’khulu.