IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • sn ingo. 103
  • ‘Kwizindlu Ngezindlu’

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • ‘Kwizindlu Ngezindlu’
  • Culela UYehova
  • Amanqaku Afanayo
  • “Kwizindlu Ngezindlu”
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • ’Kwindlu Ngendlu’
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Kutheni AmaNgqina KaYehova Eshumayela Kwizindlu Ngezindlu?
    Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza NgamaNgqina KaYehova
  • Iintsikelelo Zokubonisa Uxabiso Ngothando LukaYehova—Icandelo 1
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2001
Khangela Okunye
Culela UYehova
sn ingo. 103

Ingoma 103

‘Kwizindlu Ngezindlu’

Printed Edition

(IZenzo 20:20)

1. Kwizindlu ngezindlu zonke,

Sivakalis’ izwi.

Kwiidolophu, ezifama,

Kondliwa izimvu.

Sivakalis’ ulawulo

Olusezulwini,

Kwelimiweyo liphela,

Ngokutsho kweNkosi.

2. Kwizindlu ngezindlu zonke,

Sazis’ usindiso.

Lolwabantu abanqula

Igama likaYa.

Kodwa bangamnqula njani

Abangamaziyo?

Ngoko masazise bonke,

Ngalo usindiso.

3. Kwizindlu ngezindlu zonke,

Masishumayele.

Bambi baya kusamkela,

Kodwa hayi bonke.

Thina sozukis’ uThixo,

Sibazise ngaye.

Ngoko masibafundise,

Ukuze basinde.

(Bona nezi: IZe. 2:21; Roma 10:14.)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share