UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | MATEYU 16-17
Ucinga Njengabani?
Nangona uPetros wayethetha eneenjongo ezintle, uYesu wayilungisa ngokukhawuleza indlela acinga ngayo
UYesu wayesazi ukuba lalingekho ixesha lokuba abe “nobubele” kuye. Eyona nto yayifunwa nguSathana kukuba acinge ngesiqu sakhe.
UYesu wathetha ngezinto ezintathu ekufuneka sizenze ukuze senze ukuthanda kukaThixo. Kuthetha ukuthini?
Ukuzincama
Ukuthabatha isibonda sentuthumbo
Ukulandela uYesu ngokuqhubekayo