IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 11/15 iphe. 3
  • Indlela Yokulungiselela Ukuze Sibe Nobuchule Bokufundisa

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Indlela Yokulungiselela Ukuze Sibe Nobuchule Bokufundisa
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2015
  • Amanqaku Afanayo
  • Lungiselela Kakuhle Ukuze Ukwazi Ukufundisa
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
  • Icandelo 2: Ukuqhuba Izifundo ZeBhayibhile Ezinenkqubela
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2004
  • Yintoni Onokuyenza Ukuze Uncede Umntu Omfundelayo Ade Abhaptizwe?​—Inqaku Lokuqala
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2020
  • Ukuqhuba Izifundo ZeBhayibhile Ezinenkqubela
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2005
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2015
km 11/15 iphe. 3

Indlela Yokulungiselela Ukuze Sibe Nobuchule Bokufundisa

UYesu wabuzwa umbuzo ofanayo ngobomi obungunaphakade izihlandlo ezimbini, kodwa sihlandlo ngasinye impendulo yakhe wayeyenza ilungele iimeko zaloo mntu ubuzileyo. (Luka 10:25-28; 18:18-20) Ngoko ke, nangona sisenokuzazi kakuhle iincwadi zokufundisa iBhayibhile, kufuneka sizilungiselele kusengaphambili sicinga ngaloo mntu sifunda naye iBhayibhile. Ziziphi iingongoma ekusenokuba nzima ukuba aziqonde okanye azamkele? Ziziphi izibhalo ezibonisiweyo esimele sizifunde naye? Sifanele sifunde kangakanani? Kusenokufuneka silungiselele umzekelo, ingcaciso, okanye imibuzo ethile ukuze sincede isifundo siqonde loo nto kuthethwa ngayo. Ukongezelela, ekubeni inguYehova owenza imbewu yenyaniso ikhule ezintliziyweni, simele simcele asisikelele xa silungiselela ukufunda nomntu, xa siqhuba eso sifundo nakwimizamo yethu yokusinceda sazi ngoThixo.—1 Kor. 3:6; Yak. 1:5.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share