UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 1 PETROS 3-5
“Isiphelo Sezinto Zonke Sisondele”
Kungekudala kuza kubakho imbandezelo ekungazange kwabakho enjengayo emhlabeni. Singahlala njani somelele elukholweni ngoku nakwixesha elizayo?
Thandaza ungayeki, umcenge uYehova uze umbulele
Bathande kakhulu abazalwana noodade uze uqinise ubuhlobo bakho kunye nabo
Bameme abazalwana bakho
KHAWUZIBUZE, ‘Zeziphi iindlela endinokubonisa ngazo ukuba ndibathanda nyhani abazalwana noodade nabakwamanye amazwe?’