IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • sjj ingo. 95
  • Kuya Kukhanya Ngokukhanya

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Kuya Kukhanya Ngokukhanya
  • ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Amanqaku Afanayo
  • Kuya Kukhanya Ngokukhanya
    Culela UYehova
  • Kuya Kukhanya Ngokukhanya
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • ‘Malukhanye Ukhanyiselo Lwenu’
    Culela UYehova
  • Kutheni AmaNgqina KaYehova Ezitshintshile Ezinye Zeenkolelo Zawo?
    Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza NgamaNgqina KaYehova
Khangela Okunye
‘Culela UYehova Ngovuyo’
sjj ingo. 95

INGOMA 95

Kuya Kukhanya Ngokukhanya

Printed Edition

(IMizekeliso 4:18)

  1. 1. Abaprofeti bathetha ngoKristu,

    Olithemba lendalo yonke.

    UThixo ubatyhilele ngomoya

    Ukuba kuza uMesiya.

    Ngoku uMesiya uyalawula,

    Bukho ubungqina boko.

    Ubukho bakhe nolawulo lwakhe

    Luthetha usindiso kuthi.

    (CHORUS)

    Indlela yethu iyakhanya,

    Njengokukhanya kwemini.

    UThixo usikhanyisele,

    Yaye uyasikhokela.

  2. 2. INkosi imisele ikhoboka,

    Ukuze lisikhathalele.

    Inyaniso eliyifundisayo

    Iya ikhanya ngokukhanya.

    Ngoku indlela yethu iyakhanya,

    Kusemini kuthi ngoku.

    Masiqhubeke sihamba ngovuyo

    Kwindlela esa ebomini.

    (CHORUS)

    Indlela yethu iyakhanya,

    Njengokukhanya kwemini.

    UThixo usikhanyisele,

    Yaye uyasikhokela.

(Funda nezi: Roma 8:​22; 1 Kor. 2:​10; 1 Pet. 1:​12.)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share