IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • sjj ingo. 64
  • Masincedise Ekuvuneni Sivuya

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Masincedise Ekuvuneni Sivuya
  • ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Amanqaku Afanayo
  • Ukuba Nenxaxheba Ngovuyo Ekuvuneni
    Culela UYehova
  • Ukwabelana Ngovuyo Kwisivuno
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Umsebenzi Wethu Wothando
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Umsebenzi Wethu Wothando
    Culela UYehova
Khangela Okunye
‘Culela UYehova Ngovuyo’
sjj ingo. 64

INGOMA 64

Masincedise Ekuvuneni Sivuya

Printed Edition

(Mateyu 13:1-23)

  1. 1. Ngoku lixesha lokuvuna,

    Okwenziwa ziingelosi.

    Kodwa nathi siyancedisa

    Ekwenzeni lo msebenzi.

    UKristu ube ngumzekelo

    Wokuvuna ngenkuthalo.

    Ngoko nathi masizinikele

    Ekuvuneni sivuya.

  2. 2. Ukuthand’ uThixo nabantu,

    Kusenza sizimisele.

    Isiphelo sesikufuphi,

    Ngoko masizinikele.

    Ngaloo ndlela siba novuyo

    Lokusebenza noThixo.

    Ngoko ke masincedise sonke

    Ekuvuneni sivuya.

(Funda nezi: Mat. 24:​13; 1 Kor. 3:⁠9; 2 Tim. 4:⁠2.)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share