IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • sjj ingo. 93
  • Sikelela Ukudibana Kwethu

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Sikelela Ukudibana Kwethu
  • ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Amanqaku Afanayo
  • Sikelela Ukuhlanganisana Kwethu
    Culela UYehova
  • Sikelela Ukuhlanganisana Kwethu
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Umbulelo Ngomonde Wobuthixo
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Ukuphakamisa UThixo Wethu UKumkani
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Khangela Okunye
‘Culela UYehova Ngovuyo’
sjj ingo. 93

INGOMA 93

Sikelela Ukudibana Kwethu

Printed Edition

(Hebhere 10:24, 25)

  1. 1. Yehova sisikelele,

    Njengoko sidibene.

    Siyazixabisa zonke

    Iintlanganiso zethu.

  2. 2. Sicela usifundise

    Ngalo iLizwi lakho.

    Qeqesha iingqondo zethu

    Kwaneentliziyo zethu.

  3. 3. Sikelela le ndibano,

    Senze sibe noxolo.

    Ukuze sikudumise

    Ngamazwi nangezenzo.

(Funda nezi: INdu. 22:​22; 34:⁠3; Isa. 50:⁠4.)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share