IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g05 4/8 iphe. 32
  • Iimpendulo Eziluncedo Kwimibuzo Onayo!

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iimpendulo Eziluncedo Kwimibuzo Onayo!
  • Vukani!—2005
Vukani!—2005
g05 4/8 iphe. 32

Iimpendulo Eziluncedo Kwimibuzo Onayo!

• Kutheni abazali bam bengandiqondi nje?

• Kwakutheni ukuze uTata noMama bahlukane?

• Ndinokuzenzela njani abahlobo bokwenene?

• Kutheni ndidandatheka kangaka nje?

• Kutheni abanye abantwana bengandiyeki nje?

• Kuthekani ngokuba neentlobano zesini ngaphambi komtshato?

Incwadi ethi Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo ayifani nezinye iincwadi ezenzelwe ulutsha. Imibandela ethetha ngayo yabhalwa emva kokuba kuncokolwe nolutsha oluninzi ehlabathini lonke. Yaye indlela ephendula ngayo, nesekelwe kwiLizwi likaThixo iBhayibhile, iluncedo kakhulu! Le mibuzo uyibona apha ngasentla iphakathi kwaleyo iphendulwa yile ncwadi inamaphepha angama-320.

Ukuba ungathanda ukucela le ncwadi, zalisa eli phetshana lingezantsi uze ulithumele kwidilesi eboniswe kulo okanye kuleyo ifanelekileyo kwezidweliswe kwiphepha 5 leli phephancwadi.

□ Ndicela nindithumelele incwadi ethi Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo.

Ulwimi

□ Ncedani nindazise ngendlela endingaqhutyelwa ngayo isifundo seBhayibhile sekhaya sesisa.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share