IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 8/07 iphe. 32
  • Funda Oko Kuthethwa YiBhayibhile

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Funda Oko Kuthethwa YiBhayibhile
  • Vukani!—2007
Vukani!—2007
g 8/07 iphe. 32

Funda Oko Kuthethwa YiBhayibhile

◼ Incwadana enemifanekiso ethi Yintoni UThixo Ayifunayo Kuthi? inamaphepha angama-32 yaye ilingana neli phephancwadi. Le ncwadana inemifanekiso ilungiselelwe ukunceda abantu baqonde iimfundiso ezisisiseko zeBhayibhile. Icacisa injongo kaThixo ngabantu ize inikele inkcazelo esuka eBhayibhileni ngoko sifanele sikwenze ukuze simkholise. Izifundo zayo ezibangel’ umdla ziquka esithi “Ngubani UThixo?,” “Ngubani UYesu Kristu?,” “Yintoni Injongo KaThixo Ngomhlaba?,” nesithi “Buyintoni UBukumkani BukaThixo?”

Sikukhuthaza ukuba uzicelele owakho umbhalo okanye uzikopele kwiWeb site yethu ethi www.watchtower.org. Le ncwadana inemifanekiso ifumaneka ngeelwimi ezingaphezu kwezingama-250.

Ukuze uzifumanele owakho umbhalo, zalisa eli phetshana lingezantsi uze ulithumele kwiadresi eboniswe kulo okanye kuleyo ifanelekileyo kwezidweliswe kwiphepha 5 leli phephancwadi.

□ Ncedani nindithumelele incwadana enemifanekiso ethi Yintoni UThixo Ayifunayo Kuthi?

Ulwimi.

□ Ncedani nindazise ngendlela endingaqhutyelwa ngayo isifundo seBhayibhile sekhaya sesisa.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share