IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 1/08 iphe. 32
  • Ithandwa Ngaphezu Kwazo Zonke Izinto Zokudlala

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ithandwa Ngaphezu Kwazo Zonke Izinto Zokudlala
  • Vukani!—2008
Vukani!—2008
g 1/08 iphe. 32

Ithandwa Ngaphezu Kwazo Zonke Izinto Zokudlala

Ngaba abantwana abancinane banokukhetha incwadi kunezinto zokudlala? Ewe, kusenokwenzeka oko ukuba abazali babafundisa iincwadi kwasebusaneni. UMebrahdtu noAngela, baseKhalifoniya, eUnited States, baqalisa ukufundela intombi yabo incwadi ethi Funda KuMfundisi Omkhulu isandul’ ukuzalwa.

Aba bazali bathi: “Ngenxa yoko, iyayithanda le ncwadi ethi UMfundisi Omkhulu. Ineenyanga nje ezili-12 ubudala, yayicela ukuba siyifundele incwadi eyibiza ngokuthi yincwadi kaYesu. Ngoku uJulianna uneminyaka emithathu yaye uyalilangazelela ixesha elimnandi lokuhlala phantsi kunye noTata noMama suku ngalunye. Asizibaxi izinto xa sisithi intombi yethu ithanda le ncwadi ngaphezu kwazo zonke izinto zokudlala. Imifanekiso nemizekeliso yale ncwadi iluncedo kakhulu ekufundiseni. Nathi bazali bakhe, sifunda lukhulu.”

Unokuziodela le ncwadi inamaphepha angama-256 enemifanekiso emihle, nelinganayo ngobukhulu neli phephancwadi. Zalisa eli phetshana uze ulithumele kwiadresi engezantsi okanye kwiadresi efanelekileyo ekwiphepha 5 leli phephancwadi.

□ Ncedani nindithumelele incwadi eboniswe apha.

Ulwimi.

□ Ncedani niqhagamshelane nam ngokuphathelele isifundo seBhayibhile sekhaya sesisa.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share