IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 4/11 iphe. 32
  • UYesu ‘Ususa Isono Sehlabathi’

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • UYesu ‘Ususa Isono Sehlabathi’
  • Vukani!—2011
Vukani!—2011
g 4/11 iphe. 32

UYesu ‘Ususa Isono Sehlabathi’

● UYohane uMbhaptizi wathi uYesu ‘ususa isono sehlabathi.’ (Yohane 1:29) Oku kwabalaselisa indima kaYesu ekusindisweni kwabantu abathobelayo.

Kodwa kwakutheni ukuze kufuneke ukuba uYesu ade afe ukuze asindise aboni? Yintoni awayifezayo ngokunikela ngobomi bakhe? Ngubani ongenelwayo ngokufa kwakhe? Kunokuthetha ntoni oko kuwe?

Nyaka ngamnye, amaNgqina kaYehova ayahlanganisana ukuze akhumbule ukufa kukaYesu. Kulo nyaka, esi Sikhumbuzo siza kuba ngeCawa, Aprili 17, emva kokutshona kwelanga.

AmaNgqina kaYehova ayakumema ukuba ube kunye nawo xa ekhumbula ukubaluleka kokufa kukaYesu. Apho kuza kusetyenziswa iBhayibhile ukuphendula le mibuzo ingasentla.

Usenokuya kwindawo ekufutshane nalapho uhlala khona. Sicela ubuze amaNgqina kaYehova endawo ohlala kuyo ngendawo nexesha esiza kuqhutywa ngalo iSikhumbuzo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share