IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w08 3/1 iphe. 32
  • UMatshi 22, 2008—Usuku Olumele Lukhunjulwe

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • UMatshi 22, 2008—Usuku Olumele Lukhunjulwe
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2008
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2008
w08 3/1 iphe. 32

UMatshi 22, 2008—Usuku Olumele Lukhunjulwe

Ngobusuku bangaphambi bokuba afe, uYesu wadlulisela isonka esingenagwele nendebe yewayini ebomvu kubapostile bakhe waza wabayalela ukuba batye baze basele. Kwakhona wathi kubo: “Hlalani nisenza oku nindikhumbula.”—Luka 22:19.

Kulo nyaka esi siganeko siya kubakho ngoMgqibelo, Matshi 22, emva kokutshona kwelanga. AmaNgqina kaYehova ehlabathini lonke aya kube ehlanganisene ngobo busuku ukuze enze esi Sikhumbuzo ngendlela uYesu awayalela ngayo. Umenywa ngokufudumeleyo ukuba uze kuzibonela. Nceda ufune inkcazelo kumaNgqina kaYehova asekuhlaleni ngokuphathelele ixesha nendawo esiza kuqhutyelwa kuyo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share