IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 27:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wathi uYakobi kuRebheka unina: “Kodwa uEsawu umntakwethu uyindoda exhonti kwaye mna ndiyindoda egudileyo.+

  • 2 Kumkani 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko bathi kuye: “Yindoda enesambatho soboya,+ ebhinqe ibhanti lethwathwa esinqeni sayo.”+ Ngoko nangoko wathi: “IbinguEliya umTishbhi.”

  • Zekariya 13:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Kuya kuthi ngaloo mini abaprofeti babe neentloni,+ ngamnye ngombono wakhe xa eprofeta; yaye abayi kunxiba mnweba woboya+ ngenjongo yokukhohlisa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share