1 Kumkani 19:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngako oko wemka apho waza wafumana uElisha unyana kaShafati ngoxa wayelima+ ngezipani ezilishumi elinesibini phambi kwakhe, kwaye yena wayekweseshumi elinesibini. Ngoko uEliya wawelela kuye waza wamphosela umnweba+ wakhe. Zekariya 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Kuya kuthi ngaloo mini abaprofeti babe neentloni,+ ngamnye ngombono wakhe xa eprofeta; yaye abayi kunxiba mnweba woboya+ ngenjongo yokukhohlisa.
19 Ngako oko wemka apho waza wafumana uElisha unyana kaShafati ngoxa wayelima+ ngezipani ezilishumi elinesibini phambi kwakhe, kwaye yena wayekweseshumi elinesibini. Ngoko uEliya wawelela kuye waza wamphosela umnweba+ wakhe.
4 “Kuya kuthi ngaloo mini abaprofeti babe neentloni,+ ngamnye ngombono wakhe xa eprofeta; yaye abayi kunxiba mnweba woboya+ ngenjongo yokukhohlisa.