Daniyeli 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Lo mbono ke wabonwa ndim ndedwa, mna Daniyeli; wona amadoda endandikunye nawo akazange awubone.+ Asuka afikelwa luloyiko olukhulu, aza abaleka aya kuzimela. Amosi 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nokuba bazifihla phezu kweKarmele, ndiya kubagocagoca ngenyameko apho yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubathabatha.+ Nokuba bayazifihla phambi kwamehlo am emgangathweni wolwandle,+ ndiya kuyalela inyoka apho, yaye imele ibalume. Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+ 1 Yohane 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Akukho loyiko eluthandweni,+ kodwa uthando olugqibeleleyo luluphosela phandle uloyiko,+ kuba uloyiko luyangcungcuthekisa. Eneneni, lowo unoloyiko akagqibelelanga eluthandweni.+
7 Lo mbono ke wabonwa ndim ndedwa, mna Daniyeli; wona amadoda endandikunye nawo akazange awubone.+ Asuka afikelwa luloyiko olukhulu, aza abaleka aya kuzimela.
3 Nokuba bazifihla phezu kweKarmele, ndiya kubagocagoca ngenyameko apho yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubathabatha.+ Nokuba bayazifihla phambi kwamehlo am emgangathweni wolwandle,+ ndiya kuyalela inyoka apho, yaye imele ibalume.
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
18 Akukho loyiko eluthandweni,+ kodwa uthando olugqibeleleyo luluphosela phandle uloyiko,+ kuba uloyiko luyangcungcuthekisa. Eneneni, lowo unoloyiko akagqibelelanga eluthandweni.+