Duteronomi 33:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 USirayeli uya kuhlala enqabisekile,+Umthombo kaYakobi ngokwawo,+Ezweni lokudla okuziinkozo newayini entsha.+Ewe, amazulu akhe aya kuthontsiza umbethe.+ Yoweli 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UYehova uya kuphendula aze athi kubantu bakhe, ‘Yabonani, ndithumela kuni ukudla okuziinkozo newayini entsha neoli, kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwanela kuko;+ yaye andiyi kunenza nibe lungcikivo kwakhona ezintlangeni.+
28 USirayeli uya kuhlala enqabisekile,+Umthombo kaYakobi ngokwawo,+Ezweni lokudla okuziinkozo newayini entsha.+Ewe, amazulu akhe aya kuthontsiza umbethe.+
19 UYehova uya kuphendula aze athi kubantu bakhe, ‘Yabonani, ndithumela kuni ukudla okuziinkozo newayini entsha neoli, kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwanela kuko;+ yaye andiyi kunenza nibe lungcikivo kwakhona ezintlangeni.+