Yeremiya 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+ Yeremiya 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaloo mihla uYuda uya kusindiswa+ neYerusalem iya kuhlala ngonqabiseko.+ Kwaye kuya kuthiwa ukubizwa kwayo, uYehova ubuBulungisa Bethu.’”+
6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+
16 Ngaloo mihla uYuda uya kusindiswa+ neYerusalem iya kuhlala ngonqabiseko.+ Kwaye kuya kuthiwa ukubizwa kwayo, uYehova ubuBulungisa Bethu.’”+