IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 46:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Oonyana bakaZebhulon+ yayinguSerede noElon noYaleli.+

  • Genesis 49:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “UZebhulon uya kuhlala ngaselunxwemeni lolwandle,+ yaye uya kuba ngaselunxwemeni apho zimiswa khona iinqanawa ngeankile;+ lize icala lakhe elingaphaya lisingise ngaseSidon.+

  • Duteronomi 33:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 NgoZebhulon wathi:+

      “Yiba nemihlali, Zebhulon, ekuphumeni kwakho,+

      Nawe, Isakare, ezintenteni zakho.+

  • ISityhilelo 7:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 kwisizwe sakwaZebhulon+ ishumi elinesibini lamawaka;

      kwisizwe sakwaYosefu+ ishumi elinesibini lamawaka;

      kwisizwe sakwaBhenjamin+ kwatywinwa ishumi elinesibini lamawaka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share