Genesis 30:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wathi ke uLeya: “UThixo uye wandipha, ewe, mna lo kanye, isipho esilungileyo. Ekugqibeleni indoda yam iya kundinyamezela,+ kuba ndiyizalele oonyana abathandathu.”+ Ngoko wamthiya igama elinguZebhulon.+ Genesis 49:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “UZebhulon uya kuhlala ngaselunxwemeni lolwandle,+ yaye uya kuba ngaselunxwemeni apho zimiswa khona iinqanawa ngeankile;+ lize icala lakhe elingaphaya lisingise ngaseSidon.+
20 Wathi ke uLeya: “UThixo uye wandipha, ewe, mna lo kanye, isipho esilungileyo. Ekugqibeleni indoda yam iya kundinyamezela,+ kuba ndiyizalele oonyana abathandathu.”+ Ngoko wamthiya igama elinguZebhulon.+
13 “UZebhulon uya kuhlala ngaselunxwemeni lolwandle,+ yaye uya kuba ngaselunxwemeni apho zimiswa khona iinqanawa ngeankile;+ lize icala lakhe elingaphaya lisingise ngaseSidon.+