Genesis 31:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Kwaba njalo kum le minyaka imashumi mabini ndisendlwini yakho. Ndakukhonza iminyaka elishumi elinesine ngenxa yeentombi zakho zombini neminyaka emithandathu ngenxa yomhlambi wakho, yaye uwutshintshe kalishumi umvuzo wam.+ Hoseya 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UYakobi wabaleka waya kwintsimi yaseSiriya,+ uSirayeli+ wakhonza ngenxa yomfazi,+ yaye ngenxa yomfazi walusa izimvu.+
41 Kwaba njalo kum le minyaka imashumi mabini ndisendlwini yakho. Ndakukhonza iminyaka elishumi elinesine ngenxa yeentombi zakho zombini neminyaka emithandathu ngenxa yomhlambi wakho, yaye uwutshintshe kalishumi umvuzo wam.+
12 UYakobi wabaleka waya kwintsimi yaseSiriya,+ uSirayeli+ wakhonza ngenxa yomfazi,+ yaye ngenxa yomfazi walusa izimvu.+