Genesis 28:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko uIsake wamndulula uYakobi, waza wasinga ePadan-aram, kwaLabhan unyana kaBhetuweli umSiriya,+ umntakwabo Rebheka,+ unina kaYakobi noEsawu.+ Duteronomi 26:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uze uphendule ke uthi phambi koYehova uThixo wakho, ‘Ubawo wayengumSiriya otshabalalayo;+ wehla waya eYiputa+ wahlala khona njengomphambukeli enabantu abambalwa kakhulu ngenani;+ kodwa waba luhlanga olukhulu apho, olunamandla nolunabantu abaninzi.+
5 Ngoko uIsake wamndulula uYakobi, waza wasinga ePadan-aram, kwaLabhan unyana kaBhetuweli umSiriya,+ umntakwabo Rebheka,+ unina kaYakobi noEsawu.+
5 Uze uphendule ke uthi phambi koYehova uThixo wakho, ‘Ubawo wayengumSiriya otshabalalayo;+ wehla waya eYiputa+ wahlala khona njengomphambukeli enabantu abambalwa kakhulu ngenani;+ kodwa waba luhlanga olukhulu apho, olunamandla nolunabantu abaninzi.+