10 Noko ke, uYakobi wathi: “Hayi kaloku. Ukuba ndikholekile emehlweni akho,+ umele ke ngoko usithabathe isipho sam esandleni sam, kuba kungenxa yaso le nto ekuboneni kwam ubuso bakho kube ngathi ndibone ubuso bukaThixo ekubeni undamkele ngenkoliseko.+