IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “UYehova wokwandisela impumelelo esiqhameni sesisu sakho+ nasesiqhameni sezilwanyana zakho zasekhaya nasesiqhameni somhlaba wakho,+ emhlabeni lowo awafungayo uYehova kookhokho bakho ukuba wokunika wona.+

  • Malaki 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Zisani zonke izishumi+ kuvimba, ukuze kubekho ukutya endlwini yam;+ yaye khanincede, nindivavanye, kule nkalo,”+ utsho uYehova wemikhosi, “enoba andiyi kunivulela kusini na amasango ezikhukula emazulwini+ ndize okunene ndiqongqothele phezu kwenu intsikelelo kude kungasweleki nto.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share