IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 31:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UHezekiya wathi makulungiswe amagumbi okudlela+ endlwini kaYehova. Baza bawalungisa.

  • Nehemiya 12:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Ngaphezu koko, ngaloo mini kwamiselwa amadoda kwiiholo+ zoovimba,+ zeminikelo,+ zeentlahlela+ nezezishumi,+ ukuze kuhlanganiswe kuzo izahlulo ezaziphuma emasimini esixeko ezazifuneka ngokwasemthethweni+ ukuze zibe zezababingeleli nabaLevi;+ kuba imihlali kaYuda yayingenxa yababingeleli nabaLevi+ ababefeza inkonzo yabo.

  • Nehemiya 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ndafumanisa ukuba abaLevi babengazinikwanga izahlulo zabo,+ kangangokuba abaLevi neemvumi ezazisenza umsebenzi babaleka, ngamnye waya kumhlaba wakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share