Eksodus 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ukuba liphunyelwe lilanga, lobakho ityala legazi kulowo.) “Malikubuyekeze oko. Ukuba alinanto, makuthengiswe ngalo ngenxa yezinto elizibileyo.+ Mateyu 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa ngenxa yokuba wayengenayo indlela yokuzihlawula, inkosi yakhe yayalela ukuba kuthengiswe yena nomfazi wakhe nabantwana bakhe nazo zonke izinto awayenazo, kuhlawulwe.+
3 Ukuba liphunyelwe lilanga, lobakho ityala legazi kulowo.) “Malikubuyekeze oko. Ukuba alinanto, makuthengiswe ngalo ngenxa yezinto elizibileyo.+
25 Kodwa ngenxa yokuba wayengenayo indlela yokuzihlawula, inkosi yakhe yayalela ukuba kuthengiswe yena nomfazi wakhe nabantwana bakhe nazo zonke izinto awayenazo, kuhlawulwe.+