Genesis 35:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwathi ke ngethuba lokuphuma komphefumlo wakhe+ (kuba wafa)+ wamthiya igama elinguBhen-oni; kodwa uyise wathi nguBhenjamin+. Genesis 37:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Wasihlolisisa waza wadanduluka wathi: “Sisambatho eside sonyana wam! Umele ukuba uqwengwe lirhamncwa elikhohlakeleyo!+ Ngokuqinisekileyo uYosefu uqwengiwe!”+
18 Kwathi ke ngethuba lokuphuma komphefumlo wakhe+ (kuba wafa)+ wamthiya igama elinguBhen-oni; kodwa uyise wathi nguBhenjamin+.
33 Wasihlolisisa waza wadanduluka wathi: “Sisambatho eside sonyana wam! Umele ukuba uqwengwe lirhamncwa elikhohlakeleyo!+ Ngokuqinisekileyo uYosefu uqwengiwe!”+