Eksodus 22:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuba iqwengwe lirhamncwa,+ woyizisa njengobungqina.+ Makangayibuyekezi into eqwengwe lirhamncwa. 2 Kumkani 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekugqibeleni wajika waza wawabona, wawaqalekisa+ egameni likaYehova. Kwandula ke kwaphuma iimazi zamabhere ezimbini+ phakathi kwemithi, zaqwenga kubo abantwana abangamashumi amane anesibini.+
24 Ekugqibeleni wajika waza wawabona, wawaqalekisa+ egameni likaYehova. Kwandula ke kwaphuma iimazi zamabhere ezimbini+ phakathi kwemithi, zaqwenga kubo abantwana abangamashumi amane anesibini.+