Genesis 25:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Waza wathi uYehova kuye: “Kukho iintlanga ezimbini esiswini sakho,+ kuya kwahlukana amaqela amabini eentlanga embilinini wakho;+ elinye iqela lohlanga liya komelela ngakumbi kunelinye iqela lohlanga,+ yaye elikhulu liya kukhonza elincinane.”+
23 Waza wathi uYehova kuye: “Kukho iintlanga ezimbini esiswini sakho,+ kuya kwahlukana amaqela amabini eentlanga embilinini wakho;+ elinye iqela lohlanga liya komelela ngakumbi kunelinye iqela lohlanga,+ yaye elikhulu liya kukhonza elincinane.”+