2 Samuweli 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wabeka iinkampu zomkhosi kwaEdom.+ Kulo lonke elakwaEdom wabeka iinkampu zomkhosi, nawo onke amaEdom aba ngabakhonzi bakaDavide;+ uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+ Malaki 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ndinithandile,”+ utsho uYehova. Nina nithe: “Usithande ngayiphi na indlela?”+ “UEsawu wayengengomntakwabo Yakobi na?”+ utsho uYehova. “Kodwa ndathanda uYakobi,+ Roma 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kwathiwa kuye: “Omkhulu uya kuba likhoboka lomncinane.”+
14 Wabeka iinkampu zomkhosi kwaEdom.+ Kulo lonke elakwaEdom wabeka iinkampu zomkhosi, nawo onke amaEdom aba ngabakhonzi bakaDavide;+ uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+
2 “Ndinithandile,”+ utsho uYehova. Nina nithe: “Usithande ngayiphi na indlela?”+ “UEsawu wayengengomntakwabo Yakobi na?”+ utsho uYehova. “Kodwa ndathanda uYakobi,+