Eksodus 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bathi ke baqhama oonyana bakaSirayeli, baqalisa ukunyakazela; yaye banda baza baba namandla ngomlinganiselo omkhulu ngokungaqhelekanga, kangangokuba lazala ilizwe ngabo.+ Numeri 26:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Zizo ezo iintsapho zakwaManase, yaye ababhaliswayo kuzo babengamashumi amahlanu anesibini amawaka anamakhulu asixhenxe.+ Numeri 26:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Zizo ezo iintsapho zoonyana bakaEfrayim,+ ngokwababhaliswayo kuzo: amashumi amathathu anesibini amawaka anamakhulu mahlanu. Ngabo abo oonyana bakaYosefu ngokweentsapho zabo.+
7 Bathi ke baqhama oonyana bakaSirayeli, baqalisa ukunyakazela; yaye banda baza baba namandla ngomlinganiselo omkhulu ngokungaqhelekanga, kangangokuba lazala ilizwe ngabo.+
34 Zizo ezo iintsapho zakwaManase, yaye ababhaliswayo kuzo babengamashumi amahlanu anesibini amawaka anamakhulu asixhenxe.+
37 Zizo ezo iintsapho zoonyana bakaEfrayim,+ ngokwababhaliswayo kuzo: amashumi amathathu anesibini amawaka anamakhulu mahlanu. Ngabo abo oonyana bakaYosefu ngokweentsapho zabo.+