INdumiso 110:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYehova ufungile+ (yaye akayi kuzisola),+ wathi:“Ungumbingeleli ukusa kwixesha elingenammiselo+Ngokohlobo lukaMelkitsedeki!”+ Hebhere 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 apho umanduleli uYesu wangena khona ngenxa yethu,+ waza waba ngumbingeleli omkhulu ngokohlobo lukaMelkitsedeki ngonaphakade.+ Hebhere 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ekubeni engenayise, nanina, namlibo wakuzalwa, engenaso nesiqalo seentsuku+ nokuphela kobomi, kodwa enziwe wanjengoNyana kaThixo,+ uhlala engumbingeleli ngokungapheliyo.+ Hebhere 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 kuba wayesesesinqeni+ sakhe ukudibana kwakhe noMelkitsedeki.+
4 UYehova ufungile+ (yaye akayi kuzisola),+ wathi:“Ungumbingeleli ukusa kwixesha elingenammiselo+Ngokohlobo lukaMelkitsedeki!”+
20 apho umanduleli uYesu wangena khona ngenxa yethu,+ waza waba ngumbingeleli omkhulu ngokohlobo lukaMelkitsedeki ngonaphakade.+
3 Ekubeni engenayise, nanina, namlibo wakuzalwa, engenaso nesiqalo seentsuku+ nokuphela kobomi, kodwa enziwe wanjengoNyana kaThixo,+ uhlala engumbingeleli ngokungapheliyo.+