Genesis 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+ Levitikus 26:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 NdinguYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa ukuba ningabi ngamakhoboka awo,+ ndazaphula iidyokhwe zenu ndaza ndanihambisa nathi nkqo.+ Nehemiya 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ngoko wayibona+ inkxwaleko yookhokho bethu eYiputa, wasiva nesikhalo sabo kuLwandle Olubomvu.+ IZenzo 7:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+
13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+
13 NdinguYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa ukuba ningabi ngamakhoboka awo,+ ndazaphula iidyokhwe zenu ndaza ndanihambisa nathi nkqo.+
34 Ngokuqinisekileyo ndikubonile ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa,+ kwaye ndikuvile ukugcuma+ kwabo ndaza ndehla ukuze ndibahlangule.+ Yiza ke, ndikuthume eYiputa.’+