4 endawuyalela ookhokho benu ngemini yokubakhupha kwam kwilizwe laseYiputa,+ kwiziko lentsimbi,+ ndisithi, ‘Thobelani ilizwi lam, nenze ngokuvumelana nako konke endiniyalela kona;+ yaye ngokuqinisekileyo niya kuba ngabantu bam nam ndibe nguThixo wenu,+