Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 30:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Wena ke, wobuya uliphulaphule ilizwi likaYehova, uyenze yonke imiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje.+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
8 “Wena ke, wobuya uliphulaphule ilizwi likaYehova, uyenze yonke imiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje.+