1 Kumkani 8:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 nokuze ndiyimisele indawo iTyeya apho ukhoyo umnqophiso+ kaYehova awawenza nookhokho bethu ekubakhupheni kwakhe kwilizwe laseYiputa.” INdumiso 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Zonke iindlela zikaYehova zibububele bothando nenyanisoNgenxa yabo bagcina umnqophiso wakhe+ nezikhumbuzo zakhe.+ Galati 4:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ezi zinto zisisiganeko esingumfuziselo;+ kuba aba bafazi bathetha iminqophiso emibini,+ omnye ngoweNtaba yeSinayi,+ uzalela abantwana ebukhobokeni, yaye yena nguHagare.
21 nokuze ndiyimisele indawo iTyeya apho ukhoyo umnqophiso+ kaYehova awawenza nookhokho bethu ekubakhupheni kwakhe kwilizwe laseYiputa.”
10 Zonke iindlela zikaYehova zibububele bothando nenyanisoNgenxa yabo bagcina umnqophiso wakhe+ nezikhumbuzo zakhe.+
24 Ezi zinto zisisiganeko esingumfuziselo;+ kuba aba bafazi bathetha iminqophiso emibini,+ omnye ngoweNtaba yeSinayi,+ uzalela abantwana ebukhobokeni, yaye yena nguHagare.