IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Uze ungatsho entliziyweni yakho ekubashenxiseni kukaYehova uThixo wakho phambi kwakho, ukuthi, ‘Kube ngenxa yobulungisa bam le nto andingenisileyo uYehova ukuba ndilidle ilifa eli lizwe,’+ ngokuba kube ngenxa yobungendawo bezo ntlanga le nto uYehova azigxothayo phambi kwakho.+

  • INdumiso 80:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Wawenza wemka umdiliya eYiputa.+

      Wazigxotha iintlanga, ukuze uwutyale.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share