Eksodus 34:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Zilinde ukuba ungenzi mnqophiso nabemi belo zwe uya kulo,+ hleze ube ngumgibe phakathi kwakho.+ Numeri 25:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Amabhinqa lawo ababizela abantu emibingelelweni yoothixo bawo,+ badla abantu baza baqubuda koothixo bawo.+ Duteronomi 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+ 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
2 Amabhinqa lawo ababizela abantu emibingelelweni yoothixo bawo,+ badla abantu baza baqubuda koothixo bawo.+
2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+