Eksodus 23:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Uze ungenzi mnqophiso kunye nabo okanye noothixo babo.+ Duteronomi 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+ ABagwebi 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye nina ningenzi mnqophiso nabemi beli lizwe.+ Izibingelelo zabo nifanele nizidilize.’+ Kodwa anikhange niliphulaphule ilizwi lam.+ Bekutheni nize nenze oku?+
2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+
2 Yaye nina ningenzi mnqophiso nabemi beli lizwe.+ Izibingelelo zabo nifanele nizidilize.’+ Kodwa anikhange niliphulaphule ilizwi lam.+ Bekutheni nize nenze oku?+