Eksodus 34:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waqhubeka wathi uYehova kuMoses: “Wabhale phantsi la mazwi,+ kuba ngawo la mazwi ndenza umnqophiso kunye nawe noSirayeli.”+ Duteronomi 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wawubhala uMoses lo mthetho,+ wawunika ababingeleli oonyana bakaLevi,+ abathwali betyeya yomnqophiso kaYehova,+ nawo onke amadoda amakhulu akwaSirayeli.
27 Waqhubeka wathi uYehova kuMoses: “Wabhale phantsi la mazwi,+ kuba ngawo la mazwi ndenza umnqophiso kunye nawe noSirayeli.”+
9 Wawubhala uMoses lo mthetho,+ wawunika ababingeleli oonyana bakaLevi,+ abathwali betyeya yomnqophiso kaYehova,+ nawo onke amadoda amakhulu akwaSirayeli.