Eksodus 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Walithabatha ke ngoko uMoses igazi, wabafefa ngalo abantu+ waza wathi: “Nalo igazi lomnqophiso+ awenzileyo uYehova nani ngawo onke la mazwi.” Duteronomi 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wanixelela umnqophiso wakhe,+ awaniyalela ukuba niwenze—aMazwi Alishumi,+ waza emva koko wawabhala emacwecweni amabini amatye.+
8 Walithabatha ke ngoko uMoses igazi, wabafefa ngalo abantu+ waza wathi: “Nalo igazi lomnqophiso+ awenzileyo uYehova nani ngawo onke la mazwi.”
13 Wanixelela umnqophiso wakhe,+ awaniyalela ukuba niwenze—aMazwi Alishumi,+ waza emva koko wawabhala emacwecweni amabini amatye.+