8 Oonyana bakaSirayeli benza njengoko, kanye njengoko uYoshuwa wayebayalele, yaye bathabatha amatye alishumi elinesibini phakathi eYordan, kanye njengoko uYehova watshoyo kuYoshuwa, ngokwenani lezizwe zoonyana bakaSirayeli;+ yaye bahamba nawo baya kwindawo yokuhlala+ baza bawabeka apho.