Eksodus 34:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waqhubeka wathi uYehova kuMoses: “Wabhale phantsi la mazwi,+ kuba ngawo la mazwi ndenza umnqophiso kunye nawe noSirayeli.”+
27 Waqhubeka wathi uYehova kuMoses: “Wabhale phantsi la mazwi,+ kuba ngawo la mazwi ndenza umnqophiso kunye nawe noSirayeli.”+