Duteronomi 31:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ekuzeni kukaSirayeli wonke ukuze abonakale ebusweni bukaYehova+ uThixo wakho endaweni aya kuyikhetha,+ wowufunda lo mthetho phambi kukaSirayeli wonke esiva.+ IZenzo 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emva kofundo lwasesidlangalaleni loMthetho+ nolwabaProfeti amagosa ongamelayo+ kwindlu yesikhungu athumela kubo, esithi: “Madoda, bazalwana, ukuba kukho naliphi na ilizwi eninalo lokukhuthaza abantu, lixeleni.”
11 ekuzeni kukaSirayeli wonke ukuze abonakale ebusweni bukaYehova+ uThixo wakho endaweni aya kuyikhetha,+ wowufunda lo mthetho phambi kukaSirayeli wonke esiva.+
15 Emva kofundo lwasesidlangalaleni loMthetho+ nolwabaProfeti amagosa ongamelayo+ kwindlu yesikhungu athumela kubo, esithi: “Madoda, bazalwana, ukuba kukho naliphi na ilizwi eninalo lokukhuthaza abantu, lixeleni.”