Eksodus 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko baphendula bonke abantu ngamxhelo mnye bathi: “Konke akuthethileyo uYehova sikulungele ukukwenza.”+ Ngoko nangoko uMoses wawabuyisela kuYehova amazwi abantu.+
8 Emva koko baphendula bonke abantu ngamxhelo mnye bathi: “Konke akuthethileyo uYehova sikulungele ukukwenza.”+ Ngoko nangoko uMoses wawabuyisela kuYehova amazwi abantu.+