IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 24:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ekugqibeleni wathabatha incwadi yomnqophiso+ waza wayifunda ezindlebeni zabantu.+ Bathi bona: “Sikulungele ukukwenza nokukuthobela konke akuthethileyo uYehova.”+

  • Duteronomi 26:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Umbangele uYehova namhlanje ukuba athi uya kuba nguThixo wakho ngoxa uhamba ngeendlela zakhe, ugcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe+ nezigwebo zakhe,+ uliphulaphule ilizwi lakhe.+

  • Yoshuwa 24:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ekuphenduleni abantu bathi kuYoshuwa: “NguYehova uThixo wethu esiya kumkhonza, yaye siya kuphulaphula ilizwi lakhe!”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share