Eksodus 4:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Bakholwa abantu.+ Bathi bakuva ukuba uYehova uyiphethulele koonyana bakaSirayeli ingqalelo yakhe+ yaye uyibonile nenkxwaleko yabo,+ basuka bathoba baqubuda.+ Eksodus 20:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Bathi kuMoses: “Thetha wena nathi, sokuphulaphula; kodwa makangathethi nathi uThixo, hleze sife.”+
31 Bakholwa abantu.+ Bathi bakuva ukuba uYehova uyiphethulele koonyana bakaSirayeli ingqalelo yakhe+ yaye uyibonile nenkxwaleko yabo,+ basuka bathoba baqubuda.+
19 Bathi kuMoses: “Thetha wena nathi, sokuphulaphula; kodwa makangathethi nathi uThixo, hleze sife.”+